Buyela Kum - Amanda Black

Buyela Kum - Amanda Black

Год
2016
Язык
`큰 낫`
Длительность
306050

아래는 노래 가사입니다. Buyela Kum , 아티스트 - Amanda Black 번역 포함

노래 가사 " Buyela Kum "

번역이 포함된 원본 텍스트

Buyela Kum

Amanda Black

Andikwaz’ukulala ndicingana nawe

Uzobuya nini?

I need to hear your voice eb’suku nemini

Baby wam', ndithanda wena wedwa

Kutheni ungafun' uk’thanda mina ndedwa

I need to feel you close to me

Cause I can’t breathe without you

Sthandwa sam'

Bambo lwam'

Why undenza so

Kutheni undenza so

Ndifun’ukuhlala ndingowakho

Ooh sthandwa sam

Bambo lwami

Why undenza so

Kuthen’undenza so oh

Ndifun’ukuhlala ndingowakho

Buyela kum'

Buyela kum' sthandwa

Ntliziyo yam' ifuna wena

Ooh nok’ba awundithandi

Ndizokuthanda

Kuze kuyovalwa wena lovey wam'

Time and time again

Ndimane ndikhubeka

Andimfun' omunye

Ngaphandle kwakho

Kodwa nd’yahluleka

Wen’uyabaleka

You don’t love me like I love you baby baby

Mna ndifuna wena

Wen' ufunomunye…

Sthandwa sam'

Bambo lwam'

Why undenza so

Kutheni undenza so

Ndifun’ukuhlala ndingowakho

Ooh sthandwa sami

Bambo lami

Why undenza so

Kuthen' undenza so oh

Ndifun’ukuhlala ndingowakho

Buyela kum'

Buyela kum' sthandwa

Ntliziyo yam' ifuna wena

Ooh nok’ba awundithandi

Ndizokuthanda

Kuze kuyovalwa wena lovey wam'

Why you makin' me so crazy

Wen' uyandphambanisa

Hlal' undphazamisa

Dlala ngenhliziyo yam'

Tell me what I gotta do

Phila ngaphandle kwakho and’cingi tu

Why you makin' me so crazy

Wen' uyandphambanisa

Hlal' undphazamisa

Dlala ngenhliziyo yam'

Tell me what I gotta do

To be with you

Buyela kum'

Buyela kum' sthandwa

Ntliziyo yam' ifuna wena

Ooh nok’ba awundithandi

Ndizokuthanda

Kuze kuyovalwa wena lovey wam'

200만 개 이상의 가사

다양한 언어로 된 노래

번역

모든 언어로 고품질 번역

빠른 검색

몇 초 만에 원하는 텍스트를 찾으세요