아래는 노래 가사입니다. Ndicel'ikiss , 아티스트 - Berita 번역 포함
번역이 포함된 원본 텍스트
Berita
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nono
Yisono na uk’thand' umuntu wakho?
Yisono na baby ndiyak’buza
Hayi xa kunjalo, kushukuthi ndizak’cel' uxolo
Yiza masthandane, sbhuqane, k’vuth' umlilo
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la, eduze kwam
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ooh yeah
Lityala na uk’thand umuntu wakho?
Lityala na, baby ndiyak’buza
Hayi xa kunjalo, kushukuthi ndzakufel ‘etrongweni
Yiza masthandane, sibhuqane, k’qhum' uthuli
Yeah sana, ndiyadideka, ndiya locka
Nyan nyan ungowami?
Ingathi andikholelwa
Intliziyo yami, uyayikhanyisa
Ikhanye ithi qwenge
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la, eduze kwam
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndik’funa la, eduze kwam
Baby ndicel' ikiss
Yiza nono
Wena baby
Wena wena baby
Wena baby
Wena baby
Wena wena baby
Wena baby
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’phuze
Ndicel' ikiss
Yiza nono
Ndik’funa la, eduze kwam
Baby ndicel' ikiss
Yiza ndik’qabule
Ndik’funa la, eduze kwam
다양한 언어로 된 노래
모든 언어로 고품질 번역
몇 초 만에 원하는 텍스트를 찾으세요