
아래는 노래 가사입니다. Inameva , 아티스트 - Zahara 번역 포함
번역이 포함된 원본 텍스트
Zahara
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Nokuba le ndlel' imxinwa
Likhon' ithuba lam
Lokuthubeleza ndizofika
Ubom bethu bahlukile
Kodwa ikhon' indawo esidibana kuyo
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Val' amehlo akho
Ujonge ngentliziyo yakho
Siyafana, sifun' intw' enye
Sifun' ukuphila
Zungandivaleli ithuba lam
Nelakho liyeza
Kukh' induli eluhlaza engabiyelwanga
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba wasinika ubukhosi
Mna ndimthembile
UMdali wezulu nomhlaba
Ngoba zonk' impendulo zikuye!
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Ndizoguqa ndithandaze
Inameva, iyahlaba
Ndincede
Inameva, iyahlaba
Zahara, Leo de la Rosa • 2014
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2021
Zahara • 2012
Angela Maria • 1956
Ece Seçkin • 2024
Eloy • 1992
Jam in the Van, Trash Panda • 2023
Reinaldo • 2002
Çeşitli Sanatçılar, Alp Arslan, Faruk Salgar • 2012
I$$A • 2020
다양한 언어로 된 노래
모든 언어로 고품질 번역
몇 초 만에 원하는 텍스트를 찾으세요