Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla

Ndokulandela - Bongeziwe Mabandla

Год
2017
Язык
`큰 낫`
Длительность
231600

아래는 노래 가사입니다. Ndokulandela , 아티스트 - Bongeziwe Mabandla 번역 포함

노래 가사 " Ndokulandela "

번역이 포함된 원본 텍스트

Ndokulandela

Bongeziwe Mabandla

Phambi kwabantu bonke, mina ndiyafunga

Uba bom' endibuphila, ndibushiya emva

Lemini isisi’phawulo, iyah ndiyazazisa

Andisenguye mna lo ndandinguye

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zo bo…

Zobomi bam', zobomi bam'

Zobomi bam', zobomi bam'

Nhliziyo yami yonke

Ndiyibeka phambi kwakho

Andisenawo, wona amandla

Ndincede bawo

Uzundamukele, uyikhombe indlela

Ukuze ndihambe

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zo bo…

Zobomi bam', zobomi bam'

Zobomi bam', zobomi bam'

Izwe lingangijekela

Bantu bangiflathele

Mna andijiki ndoku…

Ndokulandela

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zobomi bam

Ndokulandela, wena

Noma wena uyaphi na

Ndokuhamba nawe

Zonke imini zo bo…

Zobomi bam', zobomi bam'

Zobomi bam', zobomi bam'

200만 개 이상의 가사

다양한 언어로 된 노래

번역

모든 언어로 고품질 번역

빠른 검색

몇 초 만에 원하는 텍스트를 찾으세요