아래는 노래 가사입니다. Yise , 아티스트 - Synapson, Bongeziwe Mabandla 번역 포함
번역이 포함된 원본 텍스트
Synapson, Bongeziwe Mabandla
Xa ndihamba, kwelilizwe
'Bantu bayandibuz’ukuba ndingowaphi
Bathi «Lona, hay’uzalwa ngubani?»
Andiyaz’ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz’ukuba
Ukuba
Hhay’andiyaz’ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel’emawen'
Ndilind’ufike
Ufik’undibange
Ndihlel’emawen'
Ndilind’ufike
Ufik’undibange
Ebusuku, andilali mna
Ndiv’abantu bendibiza ngegama
Bathi mandiwele nami
Andiyaz’ukuba ndiphendule ndithini
Ngoba
Andiyaz’ukuba
Ukuba
Hhay’andiyaz’ukuba
Mna
Ndingubanina
Ndihlel’emawen'
Ndilind’ufike
Ufik’undibange
Ndihlel’emawen'
Ndilind’ufike
Ufik’undibange
Ufik’undibambe
Ufik’undibambe
Ufik’undibambe
Ufik’undibambe
Ufik’undibambe
Ufik’undibambe
다양한 언어로 된 노래
모든 언어로 고품질 번역
몇 초 만에 원하는 텍스트를 찾으세요